



























lndlela yokwenza
Beka ionti kubushushu obuyi-220C uqabe ipani eiikhulu lokubhaka.

Sefa iflawa esityen esikhulu wenze umngxuma phakathi. Dibanisa igwele neswekile zibe bucwamburha uzinyibilikise kwisiqingatha sobisi oludikidiki. Galela intwana yeflawa wenze intlama ebumanzi engenazigaqa. Galela intlama emngxunyeni owenze kwiflawa, ugqume uyeke kubhadle. Kufanele kubekho amaqabaza ilungele ukusetyenziswa emva kwemizuzu engama30. Xuba ubisi olushiyekileyo, iBama enyibilikisiweyo, iqanda ityuwa ugalele kwintlama ethambileyo ebilileyo. Xubela kwiflawa engqongileyo wenze intlama ethambileyo. Xova de kuthambe kunwebeke. Gquma uyiyeke inyuke
kakhulu. Xovela ixolo lelamuni, iirasentyisi neenuts entlameni esele inyukile uyahlule kathathu. Aola iceba ngalinye ulolule libe yi-35cm ubude. Qelelisa uzibeke ngokobude bazo epanini lokubhaka. Brasha nge-15g (15m1) yeRama enyibilikisiweyo, ugqume uyeke inyuke kakhulu. Bhaka imizuzu engama-20, ugqume ngefoil xa iba mnyama kakhulu. Beka kubushushu obuyi-200C ubhake imizuzu eli-15. lseshushu, ufafaze ivanilla glaze icing uhombise ngeechopped nuts.

Ukwenza iVanilla Glaze lcing, xuba izithako uqhuqhe de kube ngqumbululu nabucwamburha.



LJNkSZn. Glefl Xaba, obeSiSIt1tt1l sembeko ngale mini ebeZima indibafl0 yeRama
uwavus amakhoskazi loIuntU eNquthU. neBofla kWIt11BIS ieencwath
MAKHOSIKAZI,
NINGAKUVUMELI
UKUPHATHWA KAKUBI
KULWENII
Kwindibano yakutshanje yeRama ebibanjelwe ekwithala leencwadi lo
loluntu eNquthu KwaZulu Natal umxholo ube ngulowo 
iingqondo zabebeyizimasile! Amakhosikazi ebetshintshisana
ngokuphakama abaliselane ngokuphathwa kwawo kakubi, nangeendlela
zokumelana nako.

kubaisa uBONGANI HLATSHWAYO
kufote uLUCKY NXUMALO




















Abadanisi beballroom abaxhaswe yiRama Dance Sport, badanise kakuhle gqitha kule ndibano.












U
 Glen Xaba ongunontlalontle osemt-sha wominandla waseNquthu ubonakalisile ukuba ngenene ufanele ungawudeli umqulu wesilika iiyadi ungazibalanga.
Ngemini yendibano yeRama ukuphe-lisile ukuthula kwamanenekazi mayelana nokuphathwa kakubi kwawo - phofu ke ukuphelise kulawo ebekho kule ndibano.
Emsebenzini wam ndidibana neetigxaki ezininzi zamanenekazi, kwaye uninzi lwazo zezokuphathwa kakubi kwa-manenekazi.Yingxaki yelizwe ngokubanzi le, ngoko ikufanele ukuba ngumxholo wethu kule ndibano, utshilo uGlen.
Iindicli ezine zokuphathwa kakubi kwababhinqileyo kukubethwa ukukhatywa, ukuphathwa kakubi ngokwesondo nokuthukwa.
Ukubethwa ngumyeni wakho okanye ngumntu oncuma naye de kufuneke uye esibhedlele, kukuphathwa kakubi. Kwenzeka rhoqo oko apha eNquthu, kwaye iingxelo zingena emapoliseni nakoonontlalo-ntle mihla le.
UGlen ukhankanye amanani ahambis umzimba ENquthu angama-70 ekhulwini amabhinqa aphethwe kakubi ngokubethwa aze abe ngama-90 ekhulwini aphethwe kakubi ngokwesondo.
Ezo ziingxelo ezixeliweyo, uGlen utshilo. Oko kwenzeka ubukhulu becala xa ibhinqa lifunde ngaphezu kwendoda, oko kwenza indoda ingazithembi yaye ibe nobukhwele.
Abanye abantu abakholelwa ekubeni ukuphathwa kakubi ngokwesondo kuyen-zeka emtshatweni. Kanti ke kuyenzeka. Kulilungelo lakho ukungavumi ukuz-ibandakanya kwinclibano


Abadanisi bebalfroom abaxhaswe yiRama Dance Sport, badanise kakuhle gqitha kule ndibano.
UNtombifuthi Sithole, noElizabeth wakwaRama kunye noMakhosi Lamula, baqhubekile nengxoxo nasemva kwendibano.

yesondo xa ungathandi.
UGlen uthe olona hlobo luxhaphakileyo lokuphathwa kakubi emtshatweni kukuthukwa. Abantu abatshatileyo abazisombululi ngendlela eyakhayo iingx-aki zekhaya.
Eyona ngxaki inkniu yeyokuba amabhinqa aphethwe kakubi akathethi




v
.

UBuyi Zwane, uXoli Mnyandu noThabi Sikhosana namabhaso abawazuze kutsalo lwamatikiti abanethamsanqa kule ndibano.





UVeronica Mkari wakwa Rama ekunye noNomangwane  Hlongwane, uzanele Glen Xaba, uZonke Mthembu, uSue Durham noNomvela Mcineka, abakwazanga kuzibamba yimlncllL
Umxholo wokuphathwa kakubi ushukuxwe ngomdla ngamanenekazi ebekho.



Abadanlsi baseCassino Primary School bebesonwablsa abantu ebebekho.
Ngasemva nguphumzile Madonsela, ngaphambili nguwinnie Mkhwanazi, uJosephine Zwane noNonhlanhla Shozi, babe nethuba e!imnandi kwlndibano yeRama-Bona eNquthu.

ngengxaki yawo eluntwini. UGlen uthe oko kubangelwa yinkolelo yakudala yoku-ba ibhinqa kufuneka lisoloko liyithobela yindoda.
Amabhinqa asoloko esoyika nga-mathuba oxambuliswano, aze avume Ionke uhlobo aphathwa kakubi ngalo.
Uthi nokuba sewuqonda ukuba akusenako ukunyamezela, kodwa woyike ukushiya umtshato ngenxa yezifungo owazenzayo.
Ezinye izinto ezibangela into yoku-ba amakhosikazi angazibalekeli iimeko zokuphathwa kakubi kuku-sokola ukufurnana umsebenzi wokuziphilisa, nokoyika ukuba aban-tu baza kuthi woyisakele ngumtsha-to,.
UGIen Xaba uwamemele amakhosikazi ukuba athabathe amanyathelo ngokuphathwa kwawo kakubi.
Ukuba ngalia uthule awuthethi, uya kuzibbaqa ufile ngenye imini, ulumkisile.
Ucebise amakhosikazi ukuba aseke amaqela aya kuwenza ancedane ekusom-bululeni iingxaki zawo nasekulweleni ama1ungelo awo.
Eli asilo xesha lakuthi awazi apho ufanele uye khona nento omawuyenze.
UGlen Xaba uwanike inombolo angaqhagamshelana kuyo noonontlalontle amakhosikazi aseNquthu ethi (034 -2711921 x 2240) neyombutho oseThekwini ekuthiwa yiPeople Against Women Abuse ethi (031 - 820 2922).
UVeronica Mkari ubonise indlela yokupheka iChilli Lamb Stir Fry, waza uSue Durham weOrange Grove Dairy wasenzela owakhe.
Sonwatyiswe liqela lomdaniso iRama Ballroom Dance - abafundi bomdaniso abaselula baseDundee, abaxhaswa yiRama Dance Sport. Baclanise kakuhle gqitha.
Bekukwakho nomxhentso owenziwe ngabafundi baseCassino Priinary Scbool, nomdaniso wale mihla owenziwe ngaba-fundi baseMgazi High School. l















IKHAWULEZA IPHELELWE
Ndingumfazi onama-39 eminyaka. Indoda yam enama-42 eminyaka ayindonwabisi kwezesondo, Iyakhawuleza ukufikelela kwincam yendibano yesondo. Yonwabela isondo ngaphantsi nje kwemizuzu emithathu. Iye koogqirha abaninzi kodwa Ie ngxaki engapheliyo iyasikhathaza emtshatweni wethu andilonwabeli isondo kunye nayo.
nguM.M, eGeorge.

Ukukhawuleza ufikelele kzoincam yesondo kwendoda akuyongxaki yendoda yakho kuphela namanye anayo, ayinyangeki lula. Kubalulekile ukuba wena nendoda yakho niwuphicothe lo mba ukuze niyilwe nobabini le ngxaki. Enye indlela yokuyilungisa kukuphinda emva kwethutyana nibe neendibano zesondo. Indoda yakho ayisayi kulonwabela ithutyana njengakuqala nesiphelo sobumnandi asinakukhawuleza. Ukuba
akuncedi kububulumko ukufuna icebisa kubaluleki ngezesondo.

NGABA NDIZA KUBA NEMALAR1A?
Ndiza kutyelela izalamane zikatata eziseMozambique okokuqala ngempela-veki yePasika, ummelwane wam ongumongikazi uthi kufuneka ndisele iipilisi zemalariya. Utata uthi bubuvuvu obo kuba yena wakhulela apho, akukho zipilisi bakhe bazisela, neengcongconi apho azizange zimgulise.
J.L., eNdwendwe.

Bubulumko ukusela iipilisi ezilwa nemalaria xa usiya kwiholide eMozambique. Imalariya ixhaphakile kwela lizwe, yaye inokukubulala. Abantu abahlala kwilizwe elinemalariya batyekele ekuzikhuseleni abafane bahlaselwe yiyo. Nkqu kunjalo imalarzya ixhaphakile ngeenyanga zehlobo eMozambique neengcongconi
azidibani neyeza iChloroquine, eli lzyeza elisetyenziszua ekunyangeni esi sifo siye sisiba yingozi.

UKWENZA IMITHAMBO NOKIJZALA
Umhlobo wam esikolweni undixelele ukuba ndityebe kakhulu, ndiinele ndenze imithambo ukuze ndinciphe. Ingxaki kukuba ndathi ndakuqalisa ukunkcunkca mihla le umama wathi ndiza kuba lidlolo ukuba ndiqhubeka nako. unja1o?
K.Z., Graaff-Renet.

Ukwenza imithambo njengokunkcunkca kuyimpilo, kuyindlela entle yokunciphisa amanqatha ingakumbi xa kuphelekwa nokutya okulinganiselweyo. Kzuamanye amabhinqa ukzuenza imithambo kakhulu kunokubangela ukungayi exesheni kuze oko kuzuenze angazali. Oku akuqhelekanga kwaye unokubuya uye exesheni. Ngamanye amazzui, xa unokungajimi kakhulu unokuphinda uye exesheni.


